Uyoweli 2:31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ilanga liya kusuka libe mnyama, nenyanga ibe ligazi, phambi kokuba ifike imini kaYehova, leyo inkulu yoyikekayo.

Uyoweli 2

Uyoweli 2:24-32