Uyoweli 2:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYehova ukhupha izwi lakhe phambi kwempi yakhe; kuba mkhulu kakhulu umkhosi wakhe; kuba unamandla umenzi welizwi lakhe; kuba inkulu imini kaYehova, yoyikeka kunene; ngubani na onokuyinyamezela?

Uyoweli 2

Uyoweli 2:10-19