Uyoweli 2:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Phambi kwabo uyagungqa umhlaba; liyanyikima izulu. Lisuke laba mnyama ilanga nenyanga, neenkwenkwezi zibufinyezile ubumhlophe bazo.

Uyoweli 2

Uyoweli 2:4-13