Uyoshuwa 8:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathabatha amadoda amayela kumawaka amahlanu, wawabeka ekulaleleni phakathi kweBheteli neAyi, ngasentshonalanga komzi.

Uyoshuwa 8

Uyoshuwa 8:2-18