Uyoshuwa 8:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bonke abantu bokulwa ababenaye benyuka, basondela, beza phambi komzi, bamisa ngasentla kweAyi; kwabakho umfula phakathi kwabo neAyi.

Uyoshuwa 8

Uyoshuwa 8:7-20