Uyoshuwa 7:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wazikrazula ke uYoshuwa iingubo zakhe, wawa ngobuso emhlabeni phambi kwetyeya kaYehova kwada kwahlwa, yena namadoda amakhulu akwaSirayeli, bagalela uthuli phezu kweentloko.

Uyoshuwa 7

Uyoshuwa 7:1-11