Uyoshuwa 7:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Amadoda aseAyi abulala kuwo amadoda amayela kumashumi amathathu anamathandathu, awasukela phambi kwesango, kwesa eShebharim, awabulala ethambekeni. Yanyibilika intliziyo yabantu, yaba ngamanzi.

Uyoshuwa 7

Uyoshuwa 7:2-15