Uyoshuwa 3:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

asuka ema amanzi avela ngasentla, aphakama aba mfumba-nye, kude kakhulu eAdam, umzi ongasecaleni leTsaretan; athi la ahlayo aya elwandle lweArabha, eLwandle lweTyuwa, anqamka aphela. Bawela ke abantu malunga neYeriko.

Uyoshuwa 3

Uyoshuwa 3:13-17