Uyoshuwa 3:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

xa bafikayo eYordan abathwele ityeya, xa zithi xumbu elunxwemeni lwamanzi iinyawo zababingeleli abathwele ityeya — iYordan izala ihamba ngaphandle kweendonga zayo zonke ngexesha lonke lokuvuna —

Uyoshuwa 3

Uyoshuwa 3:6-17