Uyoshuwa 24:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wesuka uBhalaki unyana kaTsipore, ukumkani wakwaMowabhi, walwa namaSirayeli; wathuma, wabiza uBhileham unyana kaBhehore, ukuba aniqalekise.

Uyoshuwa 24

Uyoshuwa 24:8-15