Uyoshuwa 24:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndaningenisa ezweni lama-Amori, abehleli phesheya kweYordan, alwa nani; ndawanikela esandleni senu, nalihlutha ilizwe lawo; ndawatshabalalisa phambi kwenu.

Uyoshuwa 24

Uyoshuwa 24:1-12