Uyoshuwa 21:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Abanye oonyana bakaKehati bafumana ngeqashiso imizi elishumi emizalwaneni yesizwe sakwaEfrayim, nasesizweni sakwaDan, nasesiqingatheni sesizwe sakwaManase.

Uyoshuwa 21

Uyoshuwa 21:1-12