Uyoshuwa 21:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Laphuma iqashiso nemizalwane yamaKehati; yaba yeyoonyana baka-Aron umbingeleli abangabaLevi, esizweni sakwaYuda, nasesizweni sakwaSimon, nasesizweni sakwaBhenjamin, imizi elishumi elinamithathu ngeqashiso elo.

Uyoshuwa 21

Uyoshuwa 21:1-8