Uyoshuwa 19:40-44 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

40. Lavela iqashiso lesixhenxe nesizwe soonyana bakaDan ngokwemizalwane yabo.

41. Umda welifa labo waba yiTsora, ne-Eshtawoli, neIre-shemeshe,

42. neShahalabhin, neAyalon, neItela,

43. ne-Elon, neTimnata, ne-Ekron,

44. ne-Eleteke, neGibheton, neBhahalata,

Uyoshuwa 19