Uyoshuwa 18:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

IYordan ibe ingumda walo ngecala lasempumalanga. Lilo elo ilifa loonyana bakaBhenjamin ngokwemida yalo ngeenxa zonke, ngokwemizalwane yabo.

Uyoshuwa 18

Uyoshuwa 18:12-27