Uyoshuwa 18:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

wegqitha umda waya egxalabeni laseBhete-hogela entla; ukuma komda, waya wema ngechweba loLwandle lweTyuwa, ekupheleni kweYordan ngasezantsi; nguwo lowo umda wasezantsi.

Uyoshuwa 18

Uyoshuwa 18:15-20