Uyoshuwa 18:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Labizelwa ndawonye lonke ibandla lakwaSirayeli eShilo; bayimisa khona intente yokuhlangana. Leyiseka ilizwe phambi kwabo.

2. Kwasala phakathi koonyana bakaSirayeli izizwe ezisixhenxe, ezingabelwanga lifa lazo.

Uyoshuwa 18