Uyoshuwa 17:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wehla umda waya eMlanjaneni weeNgcongolo, ezantsi komlanjana. Le mizi ilunge kuEfrayim yaba phakathi kwemizi kaManase: nommandla wakwaManase wawungasentla komlanjana; ukuma kwawo waya wema ngolwandle.

Uyoshuwa 17

Uyoshuwa 17:8-15