Uyoshuwa 17:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngasezantsi laba lelikaEfrayim, ngasentla laba lelikaManase; ulwandle lwaba ngumda wakhe. Baqubisana noAshere ngasentla, baqubisana noIsakare ngasempumalanga.

Uyoshuwa 17

Uyoshuwa 17:9-14