Uyoshuwa 15:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphuma umda waya egxalabeni le-Ekron ngasentla, wahlaba umda waya eShikron, wegqitha waya entabeni yeBhahala, wema ngeYabheneli umda waya wema ngolwandle.

Uyoshuwa 15

Uyoshuwa 15:1-17