Uyoshuwa 15:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wajika umda eBhahala ngasentshonalanga, waya entabeni yakwaSehire, wegqitha waya egxalabeni leHar-yeharim ngasentla: yiKesalon ke leyo; wehla waya eBheteshemeshe, wegqitha waya eTimna.

Uyoshuwa 15

Uyoshuwa 15:6-15