Uyoshuwa 10:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYoshuwa kubo, Musani ukoyika, musani ukuqhiphuka umbilini: yomelelani, nikhaliphe, ngokuba uYehova uya kwenjenjalo kwiintshaba zenu zonke enilwa nazo.

Uyoshuwa 10

Uyoshuwa 10:18-26