Uyoshuwa 10:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, bakubakhupha, babása kuYoshuwa abo kumkani; wawabiza uYoshuwa onke amadoda akwaSirayeli, wathi kubaphathi bamadoda okulwa ababehambe naye, Sondelani, nibanyathele entanyeni aba kumkani. Basondela ke, babanyathela ezintanyeni zabo.

Uyoshuwa 10

Uyoshuwa 10:16-29