Uyoshuwa 1:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akuyi kuma mntu phambi kwakho, yonke imihla yokudla kwakho ubomi; njengoko ndandinoMoses, ndoba nawe; andiyi kukuyekela, andiyi kukushiya.

Uyoshuwa 1

Uyoshuwa 1:3-15