Uyoshuwa 1:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuthabathele entlango nakwiLebhanon le, kuse emlanjeni omkhulu, emlanjeni ongumEfrati, lonke ilizwe lamaHeti, kuse elwandle olukhulu ngasekutshoneni kwelanga, woba ngumda wenu.

Uyoshuwa 1

Uyoshuwa 1:1-9