Uyona 1:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wasondela kuye umphathi wababheqi, wathi kuye, Wènzani na, thongorhandini? Vuka, ubize kuThixo wakho; mhlawumbi uThixo angásikhumbula, singabhubhi.

Uyona 1

Uyona 1:4-7