Uyona 1:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Boyika oomateloshe, bakhala elowo kuthixo wakhe; bayijulela elwandle impahla ebisenqanaweni, ukuziphungulela bona.UYona ke wayehlé waya ezantsi enqanaweni, wasindwa bubuthongo walala.

Uyona 1

Uyona 1:4-14