Uyohane 9:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Babesithi ngoko abathile bakubaFarisi, Lo mntu asingowakwaThixo, ngokuba isabatha akayigcini. Babesithi abanye, Angáthini na umntu ongumoni ukwenza imiqondiso engakanana?

Uyohane 9

Uyohane 9:10-26