Uyohane 9:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Babuya ngoko ke bambuza nabaFarisi, ukuba útheni na ukuba abuye abone. Wathi ke yena kubo, Ubeké udaka emehlweni am, ndaza ndahlamba; ndiyabona ke.

Uyohane 9

Uyohane 9:10-24