Uyohane 6:45 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kubhaliwe ebaprofetini kwathiwa, Baye bonke beya kuba ngabafundiswa bakaThixo; bonke ngoko abathe beva kuBawo, bafunda kuye, bayeza kum.

Uyohane 6

Uyohane 6:37-46