Uyohane 6:44 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akukho namnye unako ukuza kum, engathanga uBawo owandithumayo amtsale; ndaye mna ndiya kumvusa ngomhla wokugqibela.

Uyohane 6

Uyohane 6:38-46