Uyohane 16:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Inene, inene, ndithi kuni, niya kulila nihlahlambe, ke lona ihlabathi liya kuvuya; niya kuxhalaba nina, ke ukuxhalaba kwenu kuya kuba luvuyo.

Uyohane 16

Uyohane 16:12-27