Uyohane 16:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wazi ngoko uYesu ukuba babethanda ukumbuza, wathi kubo, Nibuzana ngale nto na, yokuba ndithe, Selilixesha elifutshane, nize ningandiboni; kubuye kube lixesha elifutshane, nibuye nindibone?

Uyohane 16

Uyohane 16:12-20