Uyohane 15:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Umdiliya ndim, nina ningamasebe; lowo uhleli kum, ndibe mna ndihleli kuye, yena uthwala isiqhamo esininzi; ngokuba, ningekum, aninakwenza nto.

Uyohane 15

Uyohane 15:4-7