Uyohane 15:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Hlalani kum, mna ndihlale kuni. Njengokuba isebe lingenako ukuthwala isiqhamo ngokwalo, lingahlalanga emdiliyeni, ngokunjalo aninako nani, ningahlalanga kum.

Uyohane 15

Uyohane 15:1-12