Uyeremiya 8:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndiya kubatshayela impela, utsho uYehova; kungabikho zidiliya emdiliyeni, kungabikho makhiwane emkhiwaneni; igqabi liya kubuna; ndisuke ndimise abo baya kugqitha phezu kwabo.

Uyeremiya 8

Uyeremiya 8:7-15