Uyeremiya 8:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Baya kudaniswa, ngokuba benzé amasikizi; noko ke abadani nokudana, abakwazi ukuba neentloni; ngako oko baya kuwa phakathi kwabawàyo, ngexesha lokubavelela kwam baya kukhubeka; utsho uYehova.

Uyeremiya 8

Uyeremiya 8:9-18