Uyeremiya 52:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UZedekiya ubeminyaka imashumi mabini anamnye ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neminyaka elishumi elinamnye engukumkani eYerusalem; igama lonina belinguHamutali, intombi kaYeremiya waseLibhena.

Uyeremiya 52

Uyeremiya 52:1-7