Uyeremiya 51:64 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

uthi, Iya kwenjenje iBhabheli ukuthi xumbu kwayo, ingaphumi, ngenxa yobubi endiya kuyizisela bona, batyhafe.Azé ema apha amazwi kaYeremiya.

Uyeremiya 51

Uyeremiya 51:55-64