Uyeremiya 51:34 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wasibhubhisa thina, wasincinitha uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabheli, wasibeka saba sisitya esizé; wasiginya njengengwenya, wahluthisa isisu sakhe ngokudla kwethu okumnandi, wasigxotha.

Uyeremiya 51

Uyeremiya 51:24-42