Uyeremiya 51:33 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba utsho uYehova wemikhosi, uThixo kaSirayeli, ukuthi, Intombi eyiBhabheli injengesandá ngexesha lokugangathwa kwaso; kusaya kuba ngumzuzwana, lifike ixesha lokuvuna kuyo.

Uyeremiya 51

Uyeremiya 51:24-43