Uyeremiya 5:30-31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

30. Kwenziwa into emangalisayo, ebanga amanwele ezweni:

31. àbaprofeti baprofeta ngobuxoki, nababingeleli banobukhosi ngezandla zabo; abantu bam ke bathanda ukuba kube njalo. Niya kuthini na ke ekupheleni kwako oko?

Uyeremiya 5