Uyeremiya 6:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Sabani, nyana bakaBhenjamin, niphume phakathi kweYerusalem, naseTekowa, nivuthele isigodlo, niphakamise into iphakame phezu kweBhetehakerem; ngokuba ububi buyalunguza, buvela entla, nembubhiso enkulu.

Uyeremiya 6

Uyeremiya 6:1-7