Uyeremiya 5:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Zityhutyheni izitrato zaseYerusalem; khanikhangele, nazi, nifune ezindaweni zayo zembutho, ukuba nomfumana na umntu, ukuba ukho na umntu owenza ngokusesikweni, ofuna ukunyanisa: ndoyixolela.

2. Nokuba bathi, Ehleli nje uYehova, boba bafunga bexoka.

Uyeremiya 5