Uyeremiya 49:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokusingisele koonyana baka-Amon, utsho uYehova ukuthi:USirayeli akananyana na, akanandlalifa na? Yini na ukuba ukumkani wabo amdle ilifa uGadi, abantu babo beme emizini yakhe?

Uyeremiya 49

Uyeremiya 49:1-9