Uyeremiya 48:47 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke ndiya kukubuyisa ukuthinjwa kukaMowabhi ekupheleni kwemihla; utsho uYehova.Uzé wafika apha umgwebo wakwaMowabhi.

Uyeremiya 48

Uyeremiya 48:43-47