Uyeremiya 41:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wesuka uIshmayeli unyana kaNetaniya, namadoda alishumi abenaye, wamxabela uGedaliya unyana ka-Ahikam, unyana kaShafan, ngekrele; wambulala ke obenziwe umveleli ngukumkani waseBhabheli ezweni eli;

Uyeremiya 41

Uyeremiya 41:1-4