Uyeremiya 41:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi ngenyanga yesixhenxe, weza uIshmayeli unyana kaNetaniya, unyana kaElishama, wasembewini yokumkani, wakubathetheli bokumkani, enamadoda alishumi, kuGedaliya unyana ka-Ahikam eMizpa; badla isonka ndawonye eMizpa apho.

Uyeremiya 41

Uyeremiya 41:1-11