Uyeremiya 40:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYohanan unyana kaKareha wathetha kuGedaliya ngasese eMizpa, wathi, Makhe ndiye ndimbulale uIshmayeli unyana kaNetaniya, kungàzi mntu; yini na ukuba ade abulale wena, achithwachithwe amaYuda onke ahlanganisene kuwe, atshabalale amasalela akwaYuda?

Uyeremiya 40

Uyeremiya 40:8-16