Uyeremiya 40:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bathi kuye, Uhleli usazi na ukuba uBhahalisi, ukumkani woonyana baka-Amon, uthume uIshmayeli unyana kaNetaniya, ukuba akubulale? Ke uGedaliya unyana ka-Ahikam ubengakholwa ngabo.

Uyeremiya 40

Uyeremiya 40:12-15